Eksodus 33:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 UMoses wathi kuYehova: “Wena uthi kum, ‘Khokela esi sizwana kuhambo lwaso,’ kodwa awundixelelanga umntu oza kuhamba nam. Ngaphezu koko, wena uthe, ‘Ndikwazi ngegama* ibe ndiyakuthanda.’
12 UMoses wathi kuYehova: “Wena uthi kum, ‘Khokela esi sizwana kuhambo lwaso,’ kodwa awundixelelanga umntu oza kuhamba nam. Ngaphezu koko, wena uthe, ‘Ndikwazi ngegama* ibe ndiyakuthanda.’