-
Eksodus 33:17IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
17 UYehova wathi kuMoses: “Nale into uyicelileyo ndiza kuyenza, kuba ndiyakuthanda kwaye ndikwaze ngegama.”