Eksodus 33:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Kodwa uThixo wathi: “Ndiza kubangela ukuba konke ukulunga kwam kudlule phambi kobuso bakho, kwaye ndiza kubhengeza igama likaYehova+ phambi kwakho, kwaye ndiza kukholiswa ngulowo ndikholiswayo nguye, ndibe nenceba kulowo ndiza kumenzela inceba.”+
19 Kodwa uThixo wathi: “Ndiza kubangela ukuba konke ukulunga kwam kudlule phambi kobuso bakho, kwaye ndiza kubhengeza igama likaYehova+ phambi kwakho, kwaye ndiza kukholiswa ngulowo ndikholiswayo nguye, ndibe nenceba kulowo ndiza kumenzela inceba.”+