Eksodus 34:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Kodwa makungabikho mntu unyuka nawe, yaye makungabonwa mntu kuloo ntaba. Akufuneki kubekho nemihlambi yeegusha okanye yeenkomo etya phambi kwaloo ntaba.”+
3 Kodwa makungabikho mntu unyuka nawe, yaye makungabonwa mntu kuloo ntaba. Akufuneki kubekho nemihlambi yeegusha okanye yeenkomo etya phambi kwaloo ntaba.”+