IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 34:10
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 10 Yena waphendula wathi: “Nasi isivumelwano endisenzayo: Ndiza kwenza izinto ezimangalisayo phambi kwabo bonke abantu bakowenu, izinto ezingazange zenziwa* emhlabeni wonke nakuzo zonke iintlanga,+ yaye bonke abantu enihleli nabo baza kuwubona umsebenzi kaYehova, kuba le nto ndinenzela yona iyamangalisa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share