Eksodus 34:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Emva koko nakanjani uza kuthathela oonyana bakho iintombi zabo,+ yaye ezo ntombi ziza kuthengisa ngomzimba koothixo bazo, zibangele noonyana bakho bathengise ngomzimba koothixo bazo.+
16 Emva koko nakanjani uza kuthathela oonyana bakho iintombi zabo,+ yaye ezo ntombi ziza kuthengisa ngomzimba koothixo bazo, zibangele noonyana bakho bathengise ngomzimba koothixo bazo.+