Eksodus 34:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Kuba ndiza kuzigxotha iintlanga phambi kwakho,+ ndiwongeze umhlaba wakho, yaye akukho mntu uza kulinqwenela ilizwe lakho xa usenyuka uyokubona ubuso bukaYehova uThixo wakho kathathu ngonyaka.
24 Kuba ndiza kuzigxotha iintlanga phambi kwakho,+ ndiwongeze umhlaba wakho, yaye akukho mntu uza kulinqwenela ilizwe lakho xa usenyuka uyokubona ubuso bukaYehova uThixo wakho kathathu ngonyaka.