Eksodus 38:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 UBhetsaleli+ unyana kaUri unyana kaHure wesizwe sakwaYuda, wayenza yonke into uMoses awayiyalelwa nguYehova.
22 UBhetsaleli+ unyana kaUri unyana kaHure wesizwe sakwaYuda, wayenza yonke into uMoses awayiyalelwa nguYehova.