Eksodus 40:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Emva koko uthathe ioli yokuthambisa+ uthambise intente engcwele nayo yonke into ekuyo,+ uyingcwalise nezinto zayo zonke, ukuze ibe yinto engcwele.
9 Emva koko uthathe ioli yokuthambisa+ uthambise intente engcwele nayo yonke into ekuyo,+ uyingcwalise nezinto zayo zonke, ukuze ibe yinto engcwele.