Levitikus 5:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 “‘Okanye xa umntu echukumise into engacocekanga, nokuba sisidumbu serhamncwa, esesilwanyana sasekhaya okanye sesinye sezilwanyana ezinyakazelayo,+ uza kuba netyala enoba ebengazazi ukuba azicocekanga.
2 “‘Okanye xa umntu echukumise into engacocekanga, nokuba sisidumbu serhamncwa, esesilwanyana sasekhaya okanye sesinye sezilwanyana ezinyakazelayo,+ uza kuba netyala enoba ebengazazi ukuba azicocekanga.