Levitikus 5:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 “‘Okanye ukuba umntu ufunge ngokungxama ukuba uza kwenza into, nokuba ilungile okanye imbi, nokuba yintoni na, waza wabona ukuba ukhawuleze wafunga, uza kuba netyala.*+
4 “‘Okanye ukuba umntu ufunge ngokungxama ukuba uza kwenza into, nokuba ilungile okanye imbi, nokuba yintoni na, waza wabona ukuba ukhawuleze wafunga, uza kuba netyala.*+