Levitikus 5:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 “Ukuba umntu uye wona ngokwenza nantoni na athe uYehova mayingenziwa, nokuba ebengazi, uza kuba netyala ibe uza kuphendula ngenxa yesono sakhe.+
17 “Ukuba umntu uye wona ngokwenza nantoni na athe uYehova mayingenziwa, nokuba ebengazi, uza kuba netyala ibe uza kuphendula ngenxa yesono sakhe.+