Levitikus 6:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 Kodwa mawungatyiwa umnikelo wesono ukuba inxalenye yawo yegazi iye yaziswa ententeni yokuhlangana ukuze kuhlawulelwe endaweni engcwele.+ Ufanele utshiswe ngomlilo.
30 Kodwa mawungatyiwa umnikelo wesono ukuba inxalenye yawo yegazi iye yaziswa ententeni yokuhlangana ukuze kuhlawulelwe endaweni engcwele.+ Ufanele utshiswe ngomlilo.