-
Levitikus 8:27IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
27 Akugqiba wabeka zonke ezo zinto ezandleni zika-Aron nasezandleni zoonyana bakhe waza wazitshangatshangisa zaba ngumnikelo otshangatshangiswayo phambi koYehova.
-