Levitikus 9:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 kwaza kwaphuma umlilo uvela kuYehova,+ watshisa umnikelo otshiswayo namanqatha asesibingelelweni. Bathi bakuyibona loo nto abantu, bakhwaza bonke baza baqubuda.+
24 kwaza kwaphuma umlilo uvela kuYehova,+ watshisa umnikelo otshiswayo namanqatha asesibingelelweni. Bathi bakuyibona loo nto abantu, bakhwaza bonke baza baqubuda.+