Levitikus 12:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 “Yithi kumaSirayeli, ‘Ukuba umfazi uye wamitha* waza wazala inkwenkwe, uza kuba ngongacocekanga iintsuku ezisixhenxe, kanye ngendlela aye angacoceki ngayo ngeentsuku zokuba sexesheni.+ Levitikus ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 12:2 IMboniselo,1/15/2012, iphe. 17 5/15/2004, iphe. 23
2 “Yithi kumaSirayeli, ‘Ukuba umfazi uye wamitha* waza wazala inkwenkwe, uza kuba ngongacocekanga iintsuku ezisixhenxe, kanye ngendlela aye angacoceki ngayo ngeentsuku zokuba sexesheni.+