Levitikus 13:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 “Ukuba umntu uyadumba, uphuma ukhwekhwe okanye ibala emzimbeni, ekusenokwenzeka ukuba sisifo seqhenqa,*+ loo mntu umele aziswe kuAron umbingeleli okanye komnye woonyana bakhe abakwangababingeleli.+
2 “Ukuba umntu uyadumba, uphuma ukhwekhwe okanye ibala emzimbeni, ekusenokwenzeka ukuba sisifo seqhenqa,*+ loo mntu umele aziswe kuAron umbingeleli okanye komnye woonyana bakhe abakwangababingeleli.+