21 “Kodwa ke, ukuba ulihlwempu yaye akanazinto zaneleyo, uza kuthatha itakane legusha eliyinkunzi, libe ngumnikelo wetyala otshangatshangiswayo wokumhlawulela, isishumi se-efa yomgubo ocoliweyo ogalelwe amafutha sibe ngumnikelo wokutya, ioli engaphezulu nje kwekota yelitha,