Levitikus 18:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 “‘Ungaze ulale nodadewenu, enoba yintombi katata wakho okanye yintombi kamama wakho, enoba uzalelwe ekhaya okanye uzalelwe emzini.+
9 “‘Ungaze ulale nodadewenu, enoba yintombi katata wakho okanye yintombi kamama wakho, enoba uzalelwe ekhaya okanye uzalelwe emzini.+