Levitikus 26:36 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 36 “‘Abo bashiyekileyo kuni,+ ndiza kubenza boyike kumazwe eentshaba zabo, baza kubalekiswa kukurhashaza kwegqabi eliphetshethwayo, yaye baza kubaleka ngathi babaleka ikrele, bawe kungekho mntu ubaleqayo.+
36 “‘Abo bashiyekileyo kuni,+ ndiza kubenza boyike kumazwe eentshaba zabo, baza kubalekiswa kukurhashaza kwegqabi eliphetshethwayo, yaye baza kubaleka ngathi babaleka ikrele, bawe kungekho mntu ubaleqayo.+