8 Kodwa ukuba lowo wenza isifungo uhlwempuzeke kakhulu ukuba angalifikelela ixabiso elibekiweyo,+ umntu ekunikelwa ngaye uza kumiswa phambi kombingeleli, yaye umbingeleli uza kubeka ixabiso lakhe. Umbingeleli uza kubeka ixabiso anokulifikelela+ lowo wenza isifungo.