Numeri 1:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Baliqokelela lonke ibandla ngosuku lokuqala lwenyanga yesibini, ukuze bonke abantu babhaliswe ngamagama, ngeentsapho, nangezindlu zootata babo, ukususela kwabaneminyaka eyi-20 ukuya phezulu,+
18 Baliqokelela lonke ibandla ngosuku lokuqala lwenyanga yesibini, ukuze bonke abantu babhaliswe ngamagama, ngeentsapho, nangezindlu zootata babo, ukususela kwabaneminyaka eyi-20 ukuya phezulu,+