Numeri 9:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Ngoko ke uMoses wathi kuwo: “Khanilinde apho, khe ndive ukuba uYehova uza kuyalela athini ngani.”+