-
Numeri 11:1IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
11 Abantu baqalisa ukumkhalazela kakhulu uYehova. Wathi uYehova akubeva, wacaphuka kakhulu, waza uYehova wathumela umlilo, watshisa abanye abantu ababesemacaleni enkampu.
-