Numeri 11:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Abantu babesithi saa, bayiqokelele baze bayigube* okanye bayingqushe. Emva koko babeyibilisa ezimbizeni okanye benze ngayo izonka ezirawundi,+ ibe yayimnandi njengesonka esinencasa esigalelwe ioli.
8 Abantu babesithi saa, bayiqokelele baze bayigube* okanye bayingqushe. Emva koko babeyibilisa ezimbizeni okanye benze ngayo izonka ezirawundi,+ ibe yayimnandi njengesonka esinencasa esigalelwe ioli.