Numeri 11:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 UYehova wathi kuMoses: “Qokelela amadoda ayi-70 kumadoda angabadala kwaSirayeli, amadoda owaziyo ukuba angabadala namagosa abantu,+ uwazise ententeni yokuhlangana, ume nawo apho.
16 UYehova wathi kuMoses: “Qokelela amadoda ayi-70 kumadoda angabadala kwaSirayeli, amadoda owaziyo ukuba angabadala namagosa abantu,+ uwazise ententeni yokuhlangana, ume nawo apho.