Numeri 11:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Uze uthi ebantwini, ‘Zingcwaliseni, kuba nakanjani ngomso+ niza kutya inyama, kaloku univile uYehova ngoku benikhala+ nisithi: “Ngubani oza kusinika inyama? Kwakungcono ngokuya sasihlala eYiputa.”+ Uza kuninika ke uYehova inyama, niyitye.+
18 Uze uthi ebantwini, ‘Zingcwaliseni, kuba nakanjani ngomso+ niza kutya inyama, kaloku univile uYehova ngoku benikhala+ nisithi: “Ngubani oza kusinika inyama? Kwakungcono ngokuya sasihlala eYiputa.”+ Uza kuninika ke uYehova inyama, niyitye.+