Numeri 11:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Ngoko ke uMoses wathi: “Xa bebonke aba bantu bangamadoda ayi-600 000,*+ kodwa wena uthi, ‘Ndiza kubanika inyama, batye bonele inyanga yonke’!
21 Ngoko ke uMoses wathi: “Xa bebonke aba bantu bangamadoda ayi-600 000,*+ kodwa wena uthi, ‘Ndiza kubanika inyama, batye bonele inyanga yonke’!