Numeri 11:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Emva koko uYehova wehla ngelifu,+ wathetha naye,+ waza wacuntsula umoya+ owawukuMoses wawufaka kubo bonke abadala abayi-70. Bathi bakufumana loo moya baprofeta,*+ kodwa abazange baphinde baprofete.
25 Emva koko uYehova wehla ngelifu,+ wathetha naye,+ waza wacuntsula umoya+ owawukuMoses wawufaka kubo bonke abadala abayi-70. Bathi bakufumana loo moya baprofeta,*+ kodwa abazange baphinde baprofete.