Numeri 14:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Kodwa ke, lonke ibandla lalizimisele ukubabetha ngamatye.+ Kwasuka kwabonakala uzuko lukaYehova ententeni yokuhlangana, lwabonwa ngabo bonke abantu bakwaSirayeli.+
10 Kodwa ke, lonke ibandla lalizimisele ukubabetha ngamatye.+ Kwasuka kwabonakala uzuko lukaYehova ententeni yokuhlangana, lwabonwa ngabo bonke abantu bakwaSirayeli.+