Numeri 14:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Kodwa ngenxa yokuba uKalebhi+ isicaka sam eye wohluka kwabanye waza waqhubeka endilandela ngentliziyo yakhe yonke, nakanjani na ndiza kumsa kwilizwe ebeyokulihlola, ize inzala yakhe ihlale kulo.+
24 Kodwa ngenxa yokuba uKalebhi+ isicaka sam eye wohluka kwabanye waza waqhubeka endilandela ngentliziyo yakhe yonke, nakanjani na ndiza kumsa kwilizwe ebeyokulihlola, ize inzala yakhe ihlale kulo.+