Numeri 15:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Kuza kusebenza umthetho omnye kumntu weli bandla nakumntu wasemzini. Loo mthetho uza kuhlala usebenza kuzo zonke izizukulwana zenu. Umntu wasemzini uza kufana nani phambi koYehova.+
15 Kuza kusebenza umthetho omnye kumntu weli bandla nakumntu wasemzini. Loo mthetho uza kuhlala usebenza kuzo zonke izizukulwana zenu. Umntu wasemzini uza kufana nani phambi koYehova.+