Numeri 16:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 UKora+ unyana kaItsare,+ unyana kaKohati,+ unyana kaLevi,+ wabhunga noDatan noAbhiram oonyana bakaEliyabhi,+ no-Oni unyana kaPelethe, abaphuma kwisizwe sakwaRubhen.+ Numeri ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 16:1 IMboniselo,8/1/2000, iphe. 10
16 UKora+ unyana kaItsare,+ unyana kaKohati,+ unyana kaLevi,+ wabhunga noDatan noAbhiram oonyana bakaEliyabhi,+ no-Oni unyana kaPelethe, abaphuma kwisizwe sakwaRubhen.+