Numeri 16:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Emva koko wathi kuKora nakwabo babemxhasa: “Kusasa uYehova uza kusazisa ukuba ngubani owakhe,+ ngubani ongcwele yaye ngubani omele asondele kuye.+ Lowo amkhethileyo+ nguye oza kusondela kuye. Numeri ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 16:5 IMboniselo,7/15/2014, iphe. 8-9, 13
5 Emva koko wathi kuKora nakwabo babemxhasa: “Kusasa uYehova uza kusazisa ukuba ngubani owakhe,+ ngubani ongcwele yaye ngubani omele asondele kuye.+ Lowo amkhethileyo+ nguye oza kusondela kuye.