Numeri 16:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Awukasingenisi nakwela lizwe ligcwele ubisi nobusi,+ yaye awusinikanga masimi okanye amasimi eediliya ukuba abe lilifa lethu. Ufuna loo madoda akulandele ngathi aziimfama?* Asiy’ apho thina!”
14 Awukasingenisi nakwela lizwe ligcwele ubisi nobusi,+ yaye awusinikanga masimi okanye amasimi eediliya ukuba abe lilifa lethu. Ufuna loo madoda akulandele ngathi aziimfama?* Asiy’ apho thina!”