Numeri 18:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 UYehova wathi kuAron: “Wena, oonyana bakho nenzala yakho, nini abaza kuba netyala layo nantoni na eyenzeka kwingcwele,+ yaye nguwe noonyana bakho abaza kuba netyala layo nantoni na engafanelekanga eyenziwa ngababingeleli.+
18 UYehova wathi kuAron: “Wena, oonyana bakho nenzala yakho, nini abaza kuba netyala layo nantoni na eyenzeka kwingcwele,+ yaye nguwe noonyana bakho abaza kuba netyala layo nantoni na engafanelekanga eyenziwa ngababingeleli.+