Numeri 21:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 UYehova wasiphendula isicelo sakhe, waza wawanikela kuye amaKanan. Watshabalalisa wona nezixeko zawo. Ngoko uSirayeli wayithiya loo ndawo ngokuba yiHorma.*+
3 UYehova wasiphendula isicelo sakhe, waza wawanikela kuye amaKanan. Watshabalalisa wona nezixeko zawo. Ngoko uSirayeli wayithiya loo ndawo ngokuba yiHorma.*+