Numeri 21:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 Uza kuthi shu Mowabhi! Niza kutshabalala bantu bakaKemoshe!+ Oonyana bakhe ubenze iimbacu, neentombi zakhe wazenza abathinjwa bakaSihon, ukumkani wama-Amori.
29 Uza kuthi shu Mowabhi! Niza kutshabalala bantu bakaKemoshe!+ Oonyana bakhe ubenze iimbacu, neentombi zakhe wazenza abathinjwa bakaSihon, ukumkani wama-Amori.