Numeri 21:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 UYehova wathi kuMoses: “Sukumoyika,+ kuba ndiza kumnikela kuwe nabo bonke abantu bakhe nomhlaba wakhe.+ Nakuye uza kwenza laa nto uyenze kuSihon ukumkani wama-Amori, obehlala eHeshbhon.”+
34 UYehova wathi kuMoses: “Sukumoyika,+ kuba ndiza kumnikela kuwe nabo bonke abantu bakhe nomhlaba wakhe.+ Nakuye uza kwenza laa nto uyenze kuSihon ukumkani wama-Amori, obehlala eHeshbhon.”+