Numeri 22:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Kodwa uBhileham waziphendula izicaka zikaBhalaki wathi: “Nokuba uBhalaki angandinika indlu yakhe igcwele yisilivere negolide, andizukukwazi ukwenza nantoni na angayiyalelanga uYehova uThixo wam, nokuba incinci okanye inkulu.+
18 Kodwa uBhileham waziphendula izicaka zikaBhalaki wathi: “Nokuba uBhalaki angandinika indlu yakhe igcwele yisilivere negolide, andizukukwazi ukwenza nantoni na angayiyalelanga uYehova uThixo wam, nokuba incinci okanye inkulu.+