Numeri 22:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 UThixo wafika kuBhileham ebusuku, wathi: “Ukuba la madoda afikileyo azokukubiza, hamba nawo. Kodwa uze uthethe into endiza kukuxelela yona.”+
20 UThixo wafika kuBhileham ebusuku, wathi: “Ukuba la madoda afikileyo azokukubiza, hamba nawo. Kodwa uze uthethe into endiza kukuxelela yona.”+