Numeri 23:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Emva koko wathi uBhalaki kuBhileham: “Yintoni le undenza yona? Ndikubizele ukuba uziqalekise iintshaba zam, kodwa wena uyazisikelela.”+
11 Emva koko wathi uBhalaki kuBhileham: “Yintoni le undenza yona? Ndikubizele ukuba uziqalekise iintshaba zam, kodwa wena uyazisikelela.”+