Numeri 23:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Akawunyamezeli nawuphi na umlingo osetyenziselwa ukulwa uYakobi,Akawavumeli ehlelwe yinto embi amaSirayeli. UYehova uThixo wawo uyawaxhasa,+Ayamdumisa njengokumkani wawo.
21 Akawunyamezeli nawuphi na umlingo osetyenziselwa ukulwa uYakobi,Akawavumeli ehlelwe yinto embi amaSirayeli. UYehova uThixo wawo uyawaxhasa,+Ayamdumisa njengokumkani wawo.