Numeri 25:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Yaye iza kuba sisivumelwano sokuba yena nenzala yakhe bahlale bengababingeleli,+ kuba khange akunyamezele ukudelelwa koThixo wakhe,+ yaye uye wabahlawulela abantu bakwaSirayeli.’”
13 Yaye iza kuba sisivumelwano sokuba yena nenzala yakhe bahlale bengababingeleli,+ kuba khange akunyamezele ukudelelwa koThixo wakhe,+ yaye uye wabahlawulela abantu bakwaSirayeli.’”