Numeri 26:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 “Balani lonke ibandla lamaSirayeli, nisusele kwabaneminyaka eyi-20 ukonyuka. Balani ngokwezindlu zootata balo bonke abanokungena emkhosini wakwaSirayeli.”+
2 “Balani lonke ibandla lamaSirayeli, nisusele kwabaneminyaka eyi-20 ukonyuka. Balani ngokwezindlu zootata balo bonke abanokungena emkhosini wakwaSirayeli.”+