Numeri 26:62 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 62 Xa ewonke amadoda awabhaliswayo ukususela kwenenyanga izelwe ukonyuka ayeyi-23 000.+ Ayengabhaliswanga kunye namaSirayeli+ kuba awazange anikwe ilifa kunye namaSirayeli.+
62 Xa ewonke amadoda awabhaliswayo ukususela kwenenyanga izelwe ukonyuka ayeyi-23 000.+ Ayengabhaliswanga kunye namaSirayeli+ kuba awazange anikwe ilifa kunye namaSirayeli.+