Numeri 28:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 “Wayalele amaSirayeli uthi kuwo, ‘Qinisekani ukuba nizisa iminikelo yam, ekukutya kwam. Iminikelo elivumba elimnandi* eyenzelwa mna emlilweni imele yenziwe ngamaxesha abekiweyo.’+
2 “Wayalele amaSirayeli uthi kuwo, ‘Qinisekani ukuba nizisa iminikelo yam, ekukutya kwam. Iminikelo elivumba elimnandi* eyenzelwa mna emlilweni imele yenziwe ngamaxesha abekiweyo.’+