Numeri 30:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Kodwa ukuba utata wayo akavumi, akuva ukuba loo ntombi yenze izifungo okanye ifunge ukuba ayizukuzenza izinto ezithile, azizukuma ezo zifungo. UYehova uza kuyixolela kuba utata wayo akayivumelanga.+
5 Kodwa ukuba utata wayo akavumi, akuva ukuba loo ntombi yenze izifungo okanye ifunge ukuba ayizukuzenza izinto ezithile, azizukuma ezo zifungo. UYehova uza kuyixolela kuba utata wayo akayivumelanga.+