-
Numeri 30:14IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
14 Kodwa ukuba kugqitha iintsuku indoda yakhe ingaphikisani nazo, iza kuba ke iyazimisela zonke izifungo okanye zonke izifungo zaloo mfazi zokuba akazukuzenza izinto ezithile.
-