Numeri 32:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Xa baya kwiNtlambo Yase-Eshkoli+ baza balibona ilizwe, babuya babatyhafisa abantu bakwaSirayeli, ukuba bangayi kwilizwe uYehova athe uza kubanika lona.+
9 Xa baya kwiNtlambo Yase-Eshkoli+ baza balibona ilizwe, babuya babatyhafisa abantu bakwaSirayeli, ukuba bangayi kwilizwe uYehova athe uza kubanika lona.+